2 Yeziganeko 24:24 XHO96

24 Nangona loo mkhosi wama-Aram wawungemkhulu ngamanani kodwa uNdikhoyo wanikezela esandleni sawo umkhosi omkhulu kunawo. UJuda wamlahla uNdikhoyo uThixo wooyise, yaza ke ingqumbo yawa phezu koYowashe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 24

imbono 2 Yeziganeko 24:24 kwimeko