2 Yeziganeko 25:1 XHO96

1 UAmaziya waba ngukumkani eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anethoba. Unina yayinguYowadan intombi yaseJerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:1 kwimeko