2 Yeziganeko 25:17 XHO96

17 Ke uAmaziya ukumkani wakwaJuda uthe akuba ethetha-thethene nabacebisi bakhe wasuka wathumela ecel' umngeni kuYehowashe unyana kaYowahazi, kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “Yiza sihlangane!”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:17 kwimeko