2 Yeziganeko 25:25 XHO96

25 Ke uAmaziya unyana kaYowashe ukumkani wakwaJuda wahlala iminyaka elishumi elinesihlanu emva kokufa kukaYehowashe unyana kaYowahazi ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:25 kwimeko