2 Yeziganeko 25:4 XHO96

4 Kambe ke zange ababulale oonyana bawo, koko wenza njengoko kubhaliweyo emthethweni kwincwadi kaMosis, apho uNdikhoyo ayalela ngokuthi: “Ooyise abayi kubulawa ngenxa yabantwana, kanti nabantwana abayi kubulawa ngenxa yooyise, koko ulowo nalowo uya kufela izono zakhe.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:4 kwimeko