2 Yeziganeko 25:7 XHO96

7 Kodwa ke kwafika indoda yakwaThixo kuye, yathi: “Hayi, kumkani, la mabutho akwaSirayeli sukuwadibanisa namabutho akho, kuba kaloku *uNdikhoyo umchasile uSirayeli naye nabani na ongowakwaEfrayim.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:7 kwimeko