2 Yeziganeko 27:2 XHO96

2 Naye njengoyise u-Uziya wenza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, kambe akaxelisanga uyise ngokungena endlwini kaNdikhoyo. Kambe ke bona abantu abaziyekanga iindlela zabo zokonakala.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 27

imbono 2 Yeziganeko 27:2 kwimeko