2 Yeziganeko 27:9 XHO96

9 UYotam ke waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Ke uAhazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 27

imbono 2 Yeziganeko 27:9 kwimeko