2 Yeziganeko 28:13 XHO96

13 zathi: “Musani ukuza nabo apha abo bathinjwa, kuba siya kuba netyala phambi koNdikhoyo. Ngaba nifuna ukusongeza na isono netyala lethu? Kaloku ityala lethu selilikhulu kakade, nengqumbo kaNdikhoyo iphezu koSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 28

imbono 2 Yeziganeko 28:13 kwimeko