2 Yeziganeko 29:27 XHO96

27 UHezekiya ke wayalela ukuba kwenziwe idini elitshiswayo apho eqongeni. Lathi ke lakuqaliswa idini elo, yaqalisa nengoma kudunyiswa uNdikhoyo, ikhatshwa ngamaxilongo nezikhalisi zikaDavide ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:27 kwimeko