2 Yeziganeko 29:3 XHO96

3 Ngenyanga yokuqala yonyaka wakhe wokuqala ekulawuleni, wayivula indlu kaNdikhoyo, wawahlaziya amasango ayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:3 kwimeko