2 Yeziganeko 30:1 XHO96

1 UHezekiya wathumela ilizwi kuye wonke uSirayeli noJuda, wabhala neeleta, wazithumela kwaEfrayim nakwaManase, ebamema ukuba baye endlwini *kaNdikhoyo eJerusalem, baye kubhiyozela iPasika kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 30

imbono 2 Yeziganeko 30:1 kwimeko