2 Yeziganeko 30:5 XHO96

5 Bazimisela ukuthumela isaziso kuSirayeli ewonke ukusukela eBhashebha kuye kwaDan, abantu bebamemela ukuba beze eJerusalem baze kubhiyozela iPasika kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Yayingazange yabhiyozelwa ngabantu abalinani elivakalayo njengoko kubhaliweyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 30

imbono 2 Yeziganeko 30:5 kwimeko