2 Yeziganeko 31:10 XHO96

10 waza ke umbingeleli omkhulu, uAzariya wendlu kaZadoki wathi: “Oko abantu baqalayo ukuzisa imirhumo yabo endlwini kaNdikhoyo, sitsho sanokutya okwaneleyo kude kubekho nentsalela, kuba uNdikhoyo ubathamsanqele abantu bakhe – ewe, le ntaphane ingaka ngamasalela.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 31

imbono 2 Yeziganeko 31:10 kwimeko