2 Yeziganeko 31:14 XHO96

14 Ke kaloku uKore unyana kaImna umLevi owayengumlindi wesango elisempuma, wayongamele iminikelo yokuqhutywa yintliziyo enikelwa kuThixo, esaba imirhumo kaNdikhoyo kwakunye nezipho ezizodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 31

imbono 2 Yeziganeko 31:14 kwimeko