2 Yeziganeko 31:3 XHO96

3 Ukumkani warhuma kwezakhe izinto, wanikela amadini atshiswayo akusasa nawamatshona, kwakunye namadini atshiswayo *eMihla yokuPhumla, awokuthwasa kwenyanga, nawamatheko amisiweyo, njengoko kubhaliweyo emthethweni kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 31

imbono 2 Yeziganeko 31:3 kwimeko