2 Yeziganeko 32:7 XHO96

7 “Yomelelani nikhaliphe! Ze ningabi nadyudyu okanye nityhafe ngenxa yokumkani waseAsiriya nomkhosi wakhe omkhulu; kaloku baninzi abangakuthi kunabo bangakuye.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 32

imbono 2 Yeziganeko 32:7 kwimeko