2 Yeziganeko 32:9 XHO96

9 Kamva ke xa uSenakeribhe ukumkani waseAsiriya nomkhosi wakhe uphela babengqinge iLakishe, wathumela amagosa akhe nalo myalezo, ewubhekisa kuHezekiya ukumkani wakwaJuda kunye nabo bonke abantu bakwaJuda ababeseJerusalem, esithi:

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 32

imbono 2 Yeziganeko 32:9 kwimeko