2 Yeziganeko 33:18 XHO96

18 Ke kaloku ezinye zeziganeko zolawulo lukaManase, kunye nomthandazo wakhe kuThixo wakhe, namazwi awathethwa ngabashumayeli kuye egameni likaNdikhoyo uThixo kaSirayeli, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 33

imbono 2 Yeziganeko 33:18 kwimeko