2 Yeziganeko 33:6 XHO96

6 Oonyana bakhe ncam wabafaka emlilweni, esenza idini ngabo kwintili kaBhen-hinom. Wayethe phithi yimilingo, ukuvumisa, nobugqwirha, ehamba kumagqirha noosiyazi. Wayegqithisile ukwenza ububi emehlweni kaNdikhoyo, emqumbisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 33

imbono 2 Yeziganeko 33:6 kwimeko