16 UShafan ke incwadi leyo wayisa kukumkani, wamazisa wathi: “Izicaka zakho ziyakwenza konke ezikuthunyiweyo.
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 34
imbono 2 Yeziganeko 34:16 kwimeko