2 Yeziganeko 34:22 XHO96

22 Ke kaloku uHilekiya nâbo wayethunywe nabo ngukumkani baya *kumshumayeli obhinqileyo uHulda, owayengumfazi kaShulam unyana kaTokati, kaHasera umgcini-wegumbi lezambatho. Yena ke wayehlala eJerusalem kwisithili sesibini.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 34

imbono 2 Yeziganeko 34:22 kwimeko