23 Abatoli bamchana ukumkani uJosiya edabini apho, waza ke yena wathetha namaphakathi akhe, wathi: “Ndikhupheni; bandingxwelerhile.”
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 35
imbono 2 Yeziganeko 35:23 kwimeko