2 Yeziganeko 36:4 XHO96

4 Ukumkani waseJiputa lowo wamisela umntakwabo-Yowahazi uEliyakim wangukumkani wakwaJuda naseJerusalem, waza waliguqula igama likaEliyakim wathi nguJoyakim. Ke yena umntakwabo uYowahazi wamthimba wamsa eJiputa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 36

imbono 2 Yeziganeko 36:4 kwimeko