2 Yeziganeko 4:5 XHO96

5 Ububanzi balo babulingana nesandla, umphetho walo ufana nowekomityi, kanye oku kwenyibiba edubulayo. Lwalungena iilitha ezingamawaka angamashumi amathandathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 4

imbono 2 Yeziganeko 4:5 kwimeko