2 Yeziganeko 4:7 XHO96

7 Wenza neziphatho zezibane zegolide ezilishumi, ezenza ngokwemilinganiselo yazo; waza ke wazibeka apho endlwini kaThixo. Isihlanu sazo wasibeka kwicala langezantsi, waza esinye isihlanu wasibeka kwicala langasentla.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 4

imbono 2 Yeziganeko 4:7 kwimeko