12 Ke kaloku uSolomon wema phambi kweqonga *likaNdikhoyo, apho phambi kwaloo nginginya yebandla likaSirayeli, waza ke waziphakamisa izandla zakhe.
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6
imbono 2 Yeziganeko 6:12 kwimeko