2 Yeziganeko 6:23 XHO96

23 wena ke yiva usezulwini, usebenze ngaloo nto. Uze ugwebe phakathi kwezicaka zakho, onetyala umbuyekeze ngesohlwayo esifanele isenzo sakhe. Uze umgwebele umntu omsulwa, khon' ukuze aphuhle ukuba umsulwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6

imbono 2 Yeziganeko 6:23 kwimeko