2 Yeziganeko 6:33 XHO96

33 wena ke uve usekhayeni lakho ezulwini, owasemzini lo umenzele konke oko akucelayo kuwe, khon' ukuze zonke izizwe zehlabathi zilazi igama lakho, zikuhlonele kwanjengokuba bekuhlonela abantu bakho amaSirayeli. Ewe, ukuze ziqonde ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwa ngegama lakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6

imbono 2 Yeziganeko 6:33 kwimeko