2 Yeziganeko 6:41 XHO96

41 “Ndikhoyo, Thixo wam, phakama,uze endaweni yakho yokuphumla,wena netyesi yobungangamsha bakho.Ewe, Ndikhoyo, Thixo wam,ababingeleli bakho ngamana bangavatha ezosindiso,ithi nemilowo yakwakho yonwatyiswe kukulunga kwakho!

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6

imbono 2 Yeziganeko 6:41 kwimeko