2 Yeziganeko 6:5 XHO96

5 ‘Ukusukela kwimini endabakhupha ngayo abantu bam eJiputa, andizange ndizikhethele sixeko nakwesiphi na isizwe sakwaSirayeli apho lalinokwakhelwa khona indlu igama lam, kananjalo andizange ndinyule mntu ukuze akhokele abantu bam amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6

imbono 2 Yeziganeko 6:5 kwimeko