2 Yeziganeko 7:7 XHO96

7 USolomon wawungcwalisa umbindi wenkundla ephambi kwendlu kaNdikhoyo, waza khona apho wenza amadini atshiswayo, wanikela namanqatha angumnikelo wobudlelwane. Kaloku iqonga lobhedu awayelenzile lalingawalingene amadini atshiswayo, iminikelo yeenkozo, namadini enziwa ngamanqatha.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 7

imbono 2 Yeziganeko 7:7 kwimeko