2 Yeziganeko 8:9 XHO96

9 Kambe ke uSolomon lo amaSirayeli akawafakanga kwibutho labasebenza ngokunyanzelwa, koko wawagayela kumabutho omkhosi, aba ziingqwayi-ngqwayi zomkhosi nababhexeshi beenqwelo, nabakhweli-mahashe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 8

imbono 2 Yeziganeko 8:9 kwimeko