2 Yeziganeko 9:12 XHO96

12 Ukumkani uSolomon wanika ukumkanikazi waseShebha konke awayekunqwenela nawayekucela; wamnika nangaphezu kwezinto awayeze nazo kuye. Ke ukumkanikazi lowo ekunye namaphakathi akhe bajika babuyela kwelakowabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 9

imbono 2 Yeziganeko 9:12 kwimeko