2 Yeziganeko 9:19 XHO96

19 Kuloo manqwanqwa okunyuka amathandathu kwakumi iingonyama ezilishumi elinambini, zingambini ziphahle inqwanqwa ngalinye. Enjalo yona into yayingazange yenziwa nakubuphi na ubukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 9

imbono 2 Yeziganeko 9:19 kwimeko