2 Yeziganeko 9:4 XHO96

4 nokutya okusetafileni yakhe, naloo maphakathi akhe, nendlela ahlaliswe ngayo, nezicaka ziwunduzelisa ngeminweba, nabangcamli bevathe ezabo, naloo madini atshiswayo wayewenza endlwini *kaNdikhoyo, wasuka wee khumnqa.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 9

imbono 2 Yeziganeko 9:4 kwimeko