Udaniyeli 10:16 XHO96

16 Ke kaloku umfo omfano ingathi yeyomntu wolula isandla, wachukumisa imilebe yam, ndaza ndawuvula umlomo wam ndathi kuye emi phambi kwam: “Mnumzana, lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika; ndiphelelwe ngamandla.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 10

imbono Udaniyeli 10:16 kwimeko