Udaniyeli 11:12 XHO96

12 Ukumkani wasezantsi uya kutsho azingce ke ngolo loyiso, kuba ebulele amawaka-waka amajoni; kambe ke akayi kuhlala esoyisa.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 11

imbono Udaniyeli 11:12 kwimeko