Udaniyeli 2:30 XHO96

30 Ke mna le mfihlakalo andiyityhilelwanga kuba ndilumkile kunabo bonke abanye abantu, koko ndiyiboniswe khon' ukuze wena kumkani uyazi intsingiselo yephupha lakho, kananjalo uziqonde iingcamango ezifike engqondweni yakho.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:30 kwimeko