Udaniyeli 2:6 XHO96

6 Kodwa ke ukuba niyandichazela iphupha elo kunye nentsingiselo yalo, ndiya kuninika umvuzo kunye nezipho, ndinithi jize ngewonga elikhulu. Ngoko ke ndichazeleni eli phupha kunye nento eliyithethayo.”

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 2

imbono Udaniyeli 2:6 kwimeko