Udaniyeli 7:23 XHO96

23 “Waqhuba ke endichazela esithi: ‘Eli rhamncwa lesine ngumbuso wesine oya kubakho apha emhlabeni. Wona awuyi kufana neminye. Wona uya kulinqwamza ihlabathi liphela, ulinyhashe, ulikroboze.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:23 kwimeko