Udaniyeli 7:24 XHO96

24 Ezo mpondo zilishumi ke zithetha ookumkani abalishumi abaya kuvela kuloo mbuso. Kananjalo emva kwabo kuya kuvela omnye ukumkani owahlukileyo kwabo bamanduleleyo. Ke yena uya kuboyisa ookumkani abathathu.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 7

imbono Udaniyeli 7:24 kwimeko