Udaniyeli 8:27 XHO96

27 Ke mna Daniyeli ndatsho ndaphelelwa ngamandla, ndaba neentsukwana ndigula. Phofu ke ndabuya ndaphakama ndaya kumsebenzi wam endandiwuphathiswe ngukumkani. Kambe ke ndahlala ndikhwankqisiwe ngulo mbono kungekho bani unokuwuqonda.

funda isahluko epheleleyo Udaniyeli 8

imbono Udaniyeli 8:27 kwimeko