Uhosiya 1:1 XHO96

1 Nali ilizwi *likaNdikhoyo elafikela uHosiya unyana kaBheri ngexesha looUziya, uYotam, uAhazi, noHezekiya, ookumkani bakwaJuda, kunye noJerobhowam unyana kaYowashe ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 1

imbono Uhosiya 1:1 kwimeko