Uhosiya 1:10 XHO96

10 “Kambe ke amaSirayeli oba yinyambalala efana nentlabathi elunxwemeni lolwandle engenakulinganiswa nakubalwa ngenxa yobuninzi. Kuloo ndawo ebekufudula kusithiwa kuwo: ‘Aningobantu bam,’ kothiwa: ‘Ningoonyana bakaThixo ophilayo.’

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 1

imbono Uhosiya 1:10 kwimeko