Uhosiya 1:7 XHO96

7 Kambe ke inceba yam iya kuthi rhoqo kwindlu kaJuda, ndiyihlangule ngoNdikhoyo uThixo wayo, kungengasaphetha nakrele, kungengamfazwe, kungengamahashe nabakhweli bawo.”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 1

imbono Uhosiya 1:7 kwimeko