Uhosiya 10:15 XHO96

15 Bantundini baseBhetele, nakuni kuya kuba njalongenxa yobukhulu benkohlakalo yenu.Ewe, ukuthwasa kwaloo miniukumkani kaSirayeli wotshabalala.

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 10

imbono Uhosiya 10:15 kwimeko