10 Ndim owathetha nabashumayeli,ndabathi jize ngemibono,ndathetha ngemizekeliso ngemilomo yabo.”
11 IGiliyadi ibimi kakuhle,kodwa ngoku ayisento yanto.Koba njalo naseGiligali –noxa kwakubingelelwa ngeenkunzi khonaamaqonga ayo ofana neengqumba zamatye,nditsho ezo zikumasimi alinyiweyo.
12 UYakobi wabhacela kwa-Aram,uSirayeli wamsebenzela umfazi –ukuze amlobole walusa iigusha.
13 UNdikhoyo wasebenzisa *umshumayeliukukhupha uSirayeli eJiputa;ewe, wabalondoloza ngomshumayeli.
14 Kodwa uEfrayim umcaphukise gqitha.Ngoko ke ityala legazi liza kumfumana,iNkosi yakhe imbuyekeze ngehlazo alenzileyo.