Uhosiya 2:23 XHO96

23 Ndozihlwayelela yena emhlabeni,ndimenzele inceba lowo bekusakuthiwa nguAkenzelwanga-nceba.Kwabo kuthiwa: ‘Asibantu bam,’ndiya kuthi: ‘Ningabantu bam,’bona bathi kum: ‘Wena unguThixo wethu.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 2

imbono Uhosiya 2:23 kwimeko