Uhosiya 4:14 XHO96

14 “Andiyi kuzohlwaya iintombi zenu, nakuba zingenwa luhenyuzo nje,ngokunjalo noomolokazana benu, noba bangade bakrexeza,kuba namadoda ngokwawo ayahenyuza,enza iminikelo kunyenamahenyukazi asezindlwini zonqulo-zithixo.Awu, bantundini bangaqondiyo, anikho yintshabalalo!”

funda isahluko epheleleyo Uhosiya 4

imbono Uhosiya 4:14 kwimeko